Inguqulelo ka isiqinisekiso ingesiNgesi:

isiqinisekiso

certificate

isibizo (class 7, isininzi iziqinisekiso)

  • 1

    certificate
    Isiqinisekiso somtshato andinaso I do not have a marriage certificate
  • 2

    guarantee
    Le friji inesiqinisekiso seminyaka emithathu This fridge has a three-year guarantee