Inguqulelo ka isiqulatho ingesiNgesi:

isiqulatho

content

isibizo (class 7, isininzi iziqulatho)

  • 1

    content
    Isiqulatho ligama elisetyenziselwa ukubonisa izinto ezibandakanyiweyo kumaxwebhu Content is a word used to show the topics contained in documents
  • 2

    (of a book)
    contents
    Kwiphepha iii sidwelisa isiqulatho sesichazi-magama On page iii we list the contents of this dictionary