Inguqulelo ka itakane ingesiNgesi:

itakane

lamb

isibizo (class 5, isininzi amatakane)

  • 1

    lamb
    Kubulawe itakane legusha elinye qha Only one lamb was killed
    → See imvana
  • 2

    kid
    baby goat
    Kukho imazi yebhokhwe netakane layo There's a female goat and her kid