Inguqulelo ka itheko ingesiNgesi:

itheko

ceremony

isibizo (class 5, isininzi amatheko)

  • 1

    ceremony
    celebration
    party
    Silungiselela itheko leziphumo zeemviwo We're preparing a party for the exam results
    Sisi, itheko lakwamakhulu linini kanti? Sister, when is grandma's ceremony, then?