Inguqulelo ka ixhegwazana ingesiNgesi:

ixhegwazana

old woman

isibizo (class 5, isininzi amaxhegwazana)

  • 1

    old woman
    Ixhegwazana liphumla emthunzini The old woman is resting in the shade
    → Synonym of ixhegokazi
  • 2

    old ewe
    old female sheep
    Amadoda aphiwa ixhegwazana legusha elibhityileyo The men were given a thin old ewe