Inguqulelo ka ixilongo ingesiNgesi:

ixilongo

trumpet

isibizo (class 5, isininzi amaxilongo)

  • 1

    trumpet
    horn
    Khawundinike ixilongo elo ndize kukubonisa ukuculwa kwaloo ngoma Give me the trumpet and I will show you how to sing that song