Inguqulelo ka ixolo ingesiNgesi:

ixolo

bark

isibizo (class 5, isininzi amaxolo)

  • 1

    (of a tree)
    bark
    Ukuba ususa amaxolo omthi, umthi uya kufa If you remove the bark from the tree, the tree will die
  • 2

    skin or peel of a fruit
    skin or peel of a vegetable
    amaxolo ebhanana namaxolo eapile banana peels and apple peels