Inguqulelo ka izulu ingesiNgesi:

izulu

sky

isibizo (class 5, isininzi amazulu)

  • 1

    sky
    Izulu liyezisa The sky is gathering rain
  • 2

    heaven
    Kuthiwa iingelosi zihlala ezulwini It is said angels live in heaven