Inguqulelo ka kanti ingesiNgesi:

kanti

while

isihlanganisi

  • 1

    while
    meanwhile
    and yet
    yet
    but
    well then
    in fact
    Bathi bayagoduka kanti besiya kwaMaNgcoya They say they are going home meanwhile they were going to MaNgcoya's
    Bendicinga ukuba igama lakhe nguThandiwe, kanti enyanisweni nguThandeka I thought her name was Thandiwe; in fact it is Thandeka
    Ndiyawuthanda umbala omnyama kanti ndiyawuthanda nobomvu I like the colour black and yet I also like red

Usetyenziso

The conjunction 'kanti' is often used to show contrast, or to indicate that something is unexpected.