Inguqulelo ka ke ingesiNgesi:

ke

then

enclitic

  • 1

    then
    well then
    Ayisithi ke abaza kuphanda ngombulali It is not us, then, who will investigate the killer
    Wayefuna ama-500 eerandi, kodwa ke wanikezela, wamkela ama-400 eerandi He wanted R500, but then he gave in, and accepted R400
    "Ulilelani ke xa ulungile?” wabuza unina "Why are you crying then, if you're ok?" asked his mother

Usetyenziso

The enclitic 'ke' is commonly used to enhance or emphasise the idea that is being conveyed in the sentence.