Inguqulelo ka kwowu ingesiNgesi:

kwowu

goodness!

isikhuzo

  • 1

    goodness!
    oh!
    Kwowu! Akwaba bendiyikumkanikazi! Goodness! I wish I was a queen!
    Kwowu! Kunzima ukuba yintombazana! Oh! It is difficult being a girl!