Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika lawo in isiXhosa

: lawo1lawo2

lawo1

that

isikhombisi

  • 1

    that
    Kwaphinda kwabizwa abembi ukuba bagutyule lawo manzi The diggers were called again to drain that water
  • 2

    those
    Ndiphethe iingxowa zokuqokelela lawo matye I am carrying bags for collecting those stones

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika lawo in isiXhosa

: lawo1lawo2

lawo2

its

isimnini

  • 1

    its
    Umthi ololu hlobo uphathwa ngobunono ngenxa yexabiso lawo This type of tree is managed properly because of its value
  • 2

    their
    Kwigqugula lawo amadoda afikelela kwisigqibo sokuba ohlwaywe umntwana In their caucus the men decided that the child should be punished