Inguqulelo ka lazo ingesiNgesi:

lazo

their

isimnini

  • 1

    their
    Ndizamile ukuxoxa ngezithethe, ndabonakalisa nefuthe lazo ebomini bam I have tried to talk about the traditions and show their influence on my life
  • 2

    their
    Iintsizana uzinika ibango lazo He gives the poor people their claim