Inguqulelo ka malunga ingesiNgesi:

malunga

about

isihlomelo

  • 1

    about
    concerning
    Makhe siphande malunga nezinye iinkokeli zopolitiko Let's do research about some of the political leaders
    → Synonym of mayela
  • 2

    next to
    approximately
    about
    Kwakukho malunga nama-3 000 ababukeli kwimidlalo There were approximately 3 000 spectators at the games
    → Synonym of mayela

Usetyenziso

The adverb 'malunga' is always followed by 'na-'.