Inguqulelo ka mayela ingesiNgesi:

mayela

about

isihlomelo

  • 1

    about
    concerning
    Inkundla yaqala phantsi ukuphanda mayela nalo mcimbi The court started afresh the investigation concerning this matter
    → Synonym of malunga
  • 2

    approximately
    about
    Ndafumana mayela nama-2 000 eeleta zenkuthazo I received approximately 2 000 letters of encouragement
    → Synonym of malunga

Usetyenziso

The adverb 'mayela' is always followed by 'na-'.