Inguqulelo ka mncinci ingesiNgesi:

mncinci

(she/he) is young

isibanjalo

  • 1

    (she/he) is young
    UAsanda mncinci kakhulu Asanda is very young
  • 2

    (she/he) is small
    (she/he) is little
    Lo mntu mncinci ngesiqu This person is small
  • 3

    (it) is small
    (it) is little
    Lo mthwalo mncinci This load is small