Inguqulelo ka nakuba ingesiNgesi:

nakuba

though

isihlanganisi

  • 1

    though
    even though
    UKumkani uSandile, nakuba eyikumkani nje, akanakungena kumhlaba wenye inkosi King Sandile, even though he is a king, can't just be in another king's land