Inguqulelo ka namhla ingesiNgesi:

namhla

today

isihlomelo sexesha

  • 1

    today
    Namhla kunamhla inyaniso kufuneka iphume Today is the day the truth must come out
  • 2

    nowadays
    Iimvumi namhla zisebenzisa izixhobo ezininzi ukuze zivelise umculo The musicians nowadays use many instruments to produce music
  • 3

    even when