Inguqulelo ka nayo ingesiNgesi:

nayo

with (them)

isihlomelo sobandakanyo

  • 1

    with (them)
    Baya evenkileni babuya nayo iminqwazi They went to the shop and came back with the hats
  • 2

    with (her/him/it)
    Ufike nayo intombi? Did he come with the girl?
  • 3

    (they) too
    even (they)
    Imizi nayo iyatsha Even the houses are burning
  • 4

    (her/him/it) too
    even (her/him/it)
    Inkonzo iqalile nayo Even the church service has begun