Inguqulelo ka ncam ingesiNgesi:

ncam

isifanekisozwi

  • 1

    of being exactly the same
    UThembeka noNosipho babezintanga ncam Thembeka and Nosipho were exactly the same age
  • 2

    of fitting perfectly
    Ezi mpahla zesikolo zithe ncam kwaba bantwana These school clothes fit these children perfectly