Inguqulelo ka ndedwa ingesiNgesi:

ndedwa

alone

isimelabizo soquko

  • 1

    alone
    on my own
    only
    Ibingendim ndedwa It was not me alone (I was not alone)
    Ndihlala ndedwa kuba umama notata babuyela ekhaya kuCentane I live on my own because my mother and father returned home to Centane

Usetyenziso

'Ndedwa' and 'ndodwa' have the same meaning, and they can be used interchangeably.