Inguqulelo ka ngako ingesiNgesi:

ngako

through (it)

isihlomelo sesixhobo

  • 1

    through (it)
    by means of (it)
    Siphila ngako ukutya We live by means of food
  • 2

    about (it)
    Kuphi oku kutya sithetha ngako? Where is the food that we are talking about?