Inguqulelo ka ngalo ingesiNgesi:

ngalo

through (her/him/it)

isihlomelo sesixhobo

  • 1

    through (her/him/it)
    by means of (her/him/it)
    Uhambe ngehashe lam? Ewe uhambe ngalo Did he go on my horse? Yes, he went by means of it
  • 2

    about (her/him/it)
    Xhasa uluvo othetha ngalo Support the point that you are talking about