Inguqulelo ka ngaphambi ingesiNgesi:

ngaphambi

in front

isihlomelo

  • 1

    in front
    Izandla zakhe wayezibeke ngaphambi kwakhe He put his hands in front of him
  • 2

    before
    Thumela amangenelo akho ngaphambi kwale veki Send your entries before this week

Usetyenziso

'Ngaphambi' is always followed by the possessive 'kwa-'.