Inguqulelo ka ngaphambili ingesiNgesi:

ngaphambili

in front

isihlomelo

  • 1

    in front
    in front of
    to the front
    ahead
    Lungile, mfana wam, yiza ngaphambili Lungile, my son, come to the front
    Abafundi abaneengxaki zokuva bakhuthazwa ukuba bahlale ngaphambili eklasini Learners who have hearing problems are encouraged to sit in front in the classroom
  • 2

    before
    previously
    Ngaphambili akakho owakha wathetha ngolo hlobo noNomthandazo No one has spoken before in that way to Nomthandazo