Inguqulelo ka ngaphi ingesiNgesi:

ngaphi

how many?

isibuzi

  • 1

    how many?
    Zingaphi iintsuku zeveki? How many days are in a week?
  • 2

    to where?
    Siya ngaphi ngoku, ndoda? Where are we going to now, man?
  • 3

    from where?
    Uphuma ngaphi, Nosongile? Where have you come from, Nosongile?