Inguqulelo ka ngaso ingesiNgesi:

ngaso

through (her/him/it)

isihlomelo sesixhobo

  • 1

    through (her/him/it)
    by means of (her/him/it)
    Ndiyasithanda esi sikolo; ulwazi endinalo ndilufumene ngaso I like this school; the knowledge that I have, I got it through it
  • 2

    about (her/him/it)
    Khetha isivakalisi uze ubhale umhlathi ngaso Choose a sentence and then write a paragraph about it
  • 3

    towards (her/him/it)
    Isithethi salo mzi banomona ngaso They feel jealousy towards the speaker of this house

Usetyenziso

In English it is more usual to say 'They are jealous of the speaker', than to say 'They feel jealousy towards the speaker.'