Inguqulelo ka ngawo ingesiNgesi:

ngawo

through (it)

isihlomelo sesixhobo

  • 1

    through (it)
    by means of (it)
    Umthetho ekuxoxwa ngawo amatyala, ntombi yam, unzima The law through which the cases are heard, is difficult, my girl
  • 2

    through (them)
    by means of (them)
    Iitelesikopu ngala majelo abantu bakhangela ngawo iinkwenkwezi ukuze bazibone ngokucacileyo Telescopes are instruments through which people look to see the stars more clearly
  • 3

    about (it)
    La makhwenkwe ancokola ngawo umthi These boys are chatting about the tree
  • 4

    about (them)
    Musani ukuthetha ngawo amantombazana eklasini Do not talk about the girls in class