Inguqulelo ka ngaye ingesiNgesi:

ngaye

through (her/him)

isihlomelo sesixhobo

  • 1

    through (her/him)
    by means of (her/him)
    Bafumana iinkomo ezize ngaye They received cattle that came through her
  • 2

    about (her/him)
    Ndithetha ngaye I am talking about him