Inguqulelo ka ngenxa ingesiNgesi:

ngenxa

because of

isihlanganisi

  • 1

    because of
    due to
    Ndiyamthanda ngenxa yelizwi lakhe I love him because of his voice
    Andifuni ukuhamba ngenxa yokungaphili I don't want to go due to my illness

Usetyenziso

This conjunction is always followed by a possessive.