Inguqulelo ka ngokokude ingesiNgesi:

ngokokude

so much that

isihlanganisi

  • 1

    so much that
    in such a way that
    Ubawo uNdinyana ugula kakhulu ngokokude abe akasakwazi nokuhamba Father Ndinyana is very sick, so much that he is no longer able to walk