Inguqulelo ka ngokuhlwa ingesiNgesi:

ngokuhlwa

in the evening

isihlomelo sexesha

  • 1

    in the evening
    Umakhulu usibalisela intsomi ngokuhlwa Grandmother tells us folk tales in the evening
    Uzoqala ngokuhlwa You'll start in the evening