Inguqulelo ka ngokunjalo ingesiNgesi:

ngokunjalo

similarly

isihlomelo

  • 1

    similarly
    likewise
    Ngokunjalo amakhwenkwe ayecula akubona iintaka ezithile Likewise, the boys used to sing when they saw certain birds
  • 2

    and
    also
    as well
    Ndiyikhwele ibhayisekile nesithuthuthu ngokunjalo I rode a bicycle and also a motor bike