Inguqulelo ka ngokupheleleyo ingesiNgesi:

ngokupheleleyo

completely

isihlomelo

  • 1

    completely
    entirely
    absolutely
    Umlilo uyitshabalalise ngokupheleleyo indlu A fire destroyed the house completely
    → Synonym of ngokugqibeleleyo
  • 2

    fully
    completely
    Siqonda ngokupheleleyo We understand fully
    Ndivuma ngokupheleleyo I agree completely