Inguqulelo ka ngokwethu ingesiNgesi:

ngokwethu

on our own

isihlomelo

  • 1

    on our own
    by ourselves
  • 2

    ourselves
    Masixabise ukuzenzela ukutya ngokwethu emakhaya singaxhomekeki ekutyeni okuthengiswa ezikhefini Let's value making food ourselves in our homes and not rely on fast foods