Inguqulelo ka njani ingesiNgesi:

njani

how?

isibuzi

  • 1

    how?
    Iimpendulo zakho uzibhale njani? How did you write your answers?
    Molo, siphilile, unjani wena? Hello, we are well, how are you?
  • 2

    what is something like?
    Anjani loo manzi? What is that water like?