Inguqulelo ka nkqo ingesiNgesi:

nkqo

of knocking

isifanekisozwi

  • 1

    of knocking
    Nkqo! Nanku umntu enkqonkqoza Knock! Here is someone knocking
  • 2

    of hitting hard
    Wamthi nkqo ngentonga entloko He hit him hard on the head with a stick
  • 3

    of standing straight
    Xa imiswe nkqo iflegi, umbala obomvu uba ngasekhohlo When the flag stands straight, the red colour is on the left