Inguqulelo ka nokuba ingesiNgesi:

nokuba

whether

isihlanganisi

  • 1

    whether
    if
    even if
    Akucaci ke nokuba ezi zinto zazikhona engqondweni kaSimeli So it's not clear whether these things were in Simeli's mind
    Ienjini kaloliwe isenako ukuhamba nokuba alikho ikhareji langasemva The engine of a train can still go even if there are no carriages behind