Inguqulelo ka ntsho ingesiNgesi:

ntsho

(ntshoo)

isifanekisozwi

  • 1

    of fixing the eyes on something
    of staring
    Amehlo akhe ayethe ntsho kum Her eyes were fixed on me
    Wandijonga ntsho emehlweni She stared at me straight in the eyes