Inguqulelo ka nya ingesiNgesi:

nya

of disappearing

isifanekisozwi

  • 1

    of disappearing
    Emva koko wathi nya isithuba seveki After that he disappeared for about a week
  • 2

    of hiding
    Babona imoto kaGqwetha ithiwe nya ematyholweni They saw Gqwetha's car hidden in the bushes