Inguqulelo ka obukhulu ingesiNgesi:

obukhulu

big

isiphawuli

  • 1

    big
    large
    Yayikhangeleka isoyikeka, inobuso obukhulu It looked scary, with a big face
  • 2

    great
    Utitshala wabonakalisa ububele obukhulu kubafundi The teacher showed great kindness to the learners