Inguqulelo ka okoko ingesiNgesi:

okoko

since

(okokoko)

isihlanganisi

  • 1

    since
    ever since
    from the time that
    Okoko walishiya ikhaya lakhe zange abe nanxibelelwano nabazali bakhe Since he left home, he has never made any contact with his parents
    Okokoko ndashiywa nguMpandla ndazifumana ndingenakhaya Ever since I was left by Mpandla, I found myself homeless