Inguqulelo ka okunye ingesiNgesi:

okunye

one

isiphawuli

  • 1

    one
    Ukuphazamisa okunye kona inkqubo iphela! One disturbance spoils the whole programme!
  • 2

    another (thing)
    Ukuba kukho okunye ofuna ukukuqonda nceda unditsalele If there is another thing you want to know, please call me
  • 3

    same
    Bakholise ukutya okunye ukutya qho kusasa They usually eat the same food every morning