Inguqulelo ka oluhlaza ingesiNgesi:

oluhlaza

green

isibaluli

  • 1

    green
    Faka umbala oluhlaza kunxantathu Colour in the triangle green
  • 2

    rude
    Ubengumntu oluhlaza engenayo nembeko He was a rude person who had no respect