Inguqulelo ka ombi ingesiNgesi:

ombi

bad

isiphawuli

  • 1

    bad
    unpleasant
    Ndidiniwe kukwenza umsebenzi ombi I am tired of doing unpleasant work
  • 2

    bad
    evil
    Ngumntu ombi aph' elalini He is a bad person here in the village
    Wathi, "Hamba moy’ombi!" He said, "Go away, evil spirit!"
  • 3

    ugly
    Maxa wambi sikhe sibone intombi entle yendele kumfo ombi Sometimes we see a beautiful girl marrying an ugly man