Inguqulelo ka onje ingesiNgesi:

onje

of this kind

isibaluli

  • 1

    of this kind
    like this
    Incinci intshukumo anokuyenza umntu onje There is very little movement that a person who is like this, can make
    Xoxani ngokuba ungadlalwa njani umdlalo onje Discuss how a play like this could be acted