Inguqulelo ka ontsundu ingesiNgesi:

ontsundu

brown

(oNtsundu)

isibaluli

  • 1

    (colour)
    brown
    Intombi yaveza umqolo wayo ontsundu The girl exposed her brown back
  • 2

    (people)
    black
    Black
    African
    Ngexesha lamapasi, wonke umntu oNtsundu ebenyanzelekile ukuba abe nemvume yokuhlala ezidolophini At the time of the pass laws, all African people had to have permission to live in towns