Inguqulelo ka ophakathi ingesiNgesi:

ophakathi

in the middle

isibaluli

  • 1

    in the middle
    Bathi mandibize usisi ophakathi They say I must call the sister in the middle
    Phantsi komthi ophakathi kukho inyoka There is a snake under the middle tree
  • 2

    between
    Kufuneka alondoloze umntwana ophakathi konyaka omnye nesine She must look after the child between the ages of one and four