Inguqulelo ka oshushu ingesiNgesi:

oshushu

hot

isibaluli

  • 1

    hot
    warm
    Umoya oshushu unyuselwa phezulu emva koko kududume Hot air is lifted up and after that it thunders
  • 2

    drunk
    Umhlobo wakho oshushu ugoduswe ngemoto Your drunk friend was taken home by car