Inguqulelo ka phakathi ingesiNgesi:

phakathi

between

isihlomelo

  • 1

    between
    among
    amongst
    Phakathi kwabo kwakukho nendoda enkulu, uBhanqo Amongst them there was a great man, Bhanqo
  • 2

    during
    in the middle
    Phakathi evekini ndilala ngecala emva kwentsimbi yesibhozo. During the week, I go to sleep at half past eight
  • 3

    in
    inside
    Kufuneka ufake iphepha lokuhluza phakathi ebhokisini You must put the green paper inside the box